Description
Sindiwe Magona
Te nowadi vingxelo enomdla ngobomi bombhali, usindiwe
1 Magona. Injengesibhilivana esivela kumakhulu inikezwa kwisizukulwana ukuze singalahlekelwa vimbali yaso. Ubalisa ngeminvaka chalulekileyo engamashumi amabini anantathu okugala kobomi bakhe. Iminyaka yakhe eselula yayikwilali yaseGungululu Phesheya KweNciba. Obuntwana ubuchithele kwelaseKapa Retreat naseGugulethu apho usapho olu Iwalabuhamba nzima. Kodwa ke umbhali akanasikhalazo ngosapho olwalufudumele luthando.
WehleIwa ke vintlekele yokuba nzima esemncinci, nto evenza ukuba kutshintshe izicwangciso zohutitshala.
Ufumene izidanga cUNISA naseyunivesiti iColumbia. Ubuyele ekhaya emva kokusebenzela United Nations New York,
-iminvaka engaphezulu kwama-20.
Eli bali liludiwabevu lashicilelwa ngesiNgesi kwincwadi ebizwa b My Children’s Children. Iguqulelwe esiXhoseni ngumbhali ngenkqu.



Reviews
There are no reviews yet.